2 Ookumkani 9:9-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Ndoyenza indlu ka-Ahabhi ibe njengendlu kaYarobheham unyana kaNebhati, nanjengendlu kaBhahesha unyana ka-Ahiya;

10. zimdle izinja uIzebhele esiqwengeni esiseYizereli, kungabikho umngcwabayo.Waluvula ucango, wasaba.

11. Ephumile uYehu, waya kubakhonzi benkosi yakhe. Kwathiwa kuye, Luxolo na? Ebezeleni na lo mbhudi? Wathi kubo, Le ndoda yaziwa nĂ­ni, kwanokuthethathetha kwayo.

2 Ookumkani 9