2 Ookumkani 9:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ephumile uYehu, waya kubakhonzi benkosi yakhe. Kwathiwa kuye, Luxolo na? Ebezeleni na lo mbhudi? Wathi kubo, Le ndoda yaziwa níni, kwanokuthethathetha kwayo.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:5-20