2 Ookumkani 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waye uAhabhi enoonyana abamashumi asixhenxe kwaSamari. Wabhala incwadi uYehu, wathumela kwaSamari kubathetheli baseYizereli, kumadoda amakhulu, nakubondli bentsapho ka-Ahabhi, wathi,

2 Ookumkani 10

2 Ookumkani 10:1-11