2 Ookumkani 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ke ukumkani, uYoram, ubebuyele eYizereli, ukuba anyangwe amanxeba awawafumana kuma-Aram, esilwa noHazayeli ukumkani wakwa-Aram. Wathi uYehu, Ukuba kukuthanda kwenu, makungaphumi kusinde mntu kulo mzi, aye kuxela eYizereli.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:14-18