2 Ookumkani 9:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehu, unyana kaYehoshafati, unyana kaNimshi, wamceba ke uYoram. Ke kaloku uYoram ubeyilinda iRamoti yaseGiliyadi, yena namaSirayeli onke, ngenxa kaHazayeli ukumkani wakwa-Aram;

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:4-18