2 Ookumkani 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakhwela uYehu enqwelweni, waya eYizereli; ngokuba uYoram ebelele khona. Ke uAhaziya ukumkani wamaYuda wehla, waya kumbona uYoram.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:8-24