2 Ookumkani 8:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi, wenza okubi emehlweni kaYehova ngokwendlu ka-Ahabhi; ngokuba ebengumyeni wakwa-Ahabhi.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:19-29