2 Ookumkani 8:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhaziya ebeminyaka imashumi mabini namibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba mnyaka mnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina libe linguAtaliya, intombi kaOmri ukumkani wamaSirayeli.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:24-29