2 Ookumkani 8:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka weshumi elinesibini kaYoram unyana ka-Ahabhi, ukumkani wamaSirayeli, waba ngukumkani uAhaziya, unyana kaYehoram ukumkani wamaYuda.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:18-29