2 Ookumkani 8:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahamba noYoram, unyana ka-Ahabhi, waya kulwa noHazayeli ukumkani wakwa-Aram eRamoti yaseGiliyadi. Ama-Aram amngxwelerha uYoram.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:19-29