2 Ookumkani 7:19-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. ukuze amphendule umphathi-mkhosi lowo umfo wakwaThixo, esithi, Yabona, khona ukuba uYehova wenzé iifestile ezulwini, ingabakho na loo nto? Ukuze athi ke yena, Khangela, ùya kuyibona ngamehlo akho, ungadli kuyo.

20. Kwaba njalo ke kuye; bamnyathela abantu esangweni, wafa.

2 Ookumkani 7