2 Ookumkani 6:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Esathetha nawo, nanko umthunywa lo esihla esiza kuye. Wathi ukumkani, Yabona, obu bubi buphuma kuYehova; ndisamlindele ngani na uYehova?

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:24-33