2 Ookumkani 6:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathumela umfo wakwaThixo kukumkani wakwaSirayeli, esithi, Zigcine, ungegqithi kulaa ndawo; ngokuba ama-Aram ehla khona.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:3-12