2 Ookumkani 6:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ukumkani wama-Aram* wayesilwa namaSirayeli, wacebisana nabakhonzi bakhe, esithi, Kuya kuba sekuthini, nasekuthini, apho ndolalisa khona.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:1-14