2 Ookumkani 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wamaSirayeli wathumela kuloo ndawo, abemxelele yona umfo wakwaThixo, embonisa; wazikhusela khona, akwaba kanye nakabini.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:6-13