2 Ookumkani 6:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabhabhama intliziyo yokumkani wakwa-Aram yiloo nto; wabiza abakhonzi bakhe, wathi kubo. Ànindixeleli na ukuba ngubani na kuthi apha, ongakukumkani wakwaSirayeli?

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:1-21