2 Ookumkani 5:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika abakhonzi bakhe, bathetha naye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungàyi kuyenza yini na? Kangakanani na ke xa athi kuwe, Hlamba, uhlambuluke?

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:9-18