2 Ookumkani 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wehla ke, wantywila izihlandlo ezisixhenxe eYordan, ngokwelizwi lomfo wakwaThixo; yabuya ke inyama yakhe, yanjengenyama yomntwana, wahlambuluka.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:7-16