2 Ookumkani 5:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

IAbhana neFarpare, imilambo yaseDamasko, ayilungile na, ngaphezu kwamanzi onke akwaSirayeli? Andingehlambi kuyo na, ndihlambuluke? Wajika, wahamba engumlilo.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:11-19