2 Ookumkani 5:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waba noburhalarhume uNahaman, wemka, wathi, Bonani, bendiba mna wophuma eze kum, eme anqule igama likaYehova uThixo wakhe, awangawangise isandla sakhe phezu kwale ndawo, alisuse iqhenqa.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:8-18