2 Ookumkani 4:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akaba nako ukukudla. Wathi, Yizani nomgubo. Wawugalela embizeni, wathi, Baphakele abantu, badle; akwabakho nto imbi embizeni.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:34-44