2 Ookumkani 4:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwavela indoda eBhahali-shalisha, yamzisela umfo wakwaThixo ukudla okutsha: izonka zerhasi ezimashumi mabini, namakhweba engxoweni yakhe.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:41-44