2 Ookumkani 4:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bawaphakela amadoda ukuba adle. Kwathi, xa akudlayo oko kudla, akhala wona, athi, Mfo wakwaThixo, kukho ukufa embizeni le.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:38-44