2 Ookumkani 4:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma omnye, waya kufuna imifuno endle; wafumana uthangazana, wakha amathangazana kulo; yazala ingubo yakhe. Wafika, wawaxabelela embizeni yokupheka; ngokuba babengazwazi.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:36-40