2 Ookumkani 4:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uElisha wabuya, waya eGiligali. Kwakukho indlala elizweni; oonyana babaprofeti babehleli phambi kwakhe. Wathi kumfana lowo, Beka imbiza enkulu eziko, ubaphekele ukudla oonyana babaprofeti.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:34-43