2 Ookumkani 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani wamaSirayeli, Yeha, uYehova ubabizele aba kumkani bathathu, ukuba abanikele esandleni sikaMowabhi.

2 Ookumkani 3

2 Ookumkani 3:2-11