2 Ookumkani 3:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehoshafati, Akukho mprofeti kaYehova na apha, sibuzise kuYehova ngaye? Waphendula omnye wabakhonzi bokumkani wakwaSirayeli, wathi, Ukho apha uElisha, unyana kaShafati, obegalela amanzi ezandleni zikaEliya.

2 Ookumkani 3

2 Ookumkani 3:7-17