2 Ookumkani 3:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahamba ke ukumkani wakwaSirayeli, nokumkani wakwaYuda, nokumkani wakwaEdom. Bahamba ngendlela ezungulezayo iintsuku ezisixhenxe; awaba namanzi umkhosi kwaneenkomo ebezibalandela.

2 Ookumkani 3

2 Ookumkani 3:1-15