2 Ookumkani 23:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYosiya, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:25-35