2 Ookumkani 23:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngemihla yakhe wenyuka uFaroneko, ukumkani waseYiputa, waya kulwa nokumkani waseAsiriya, emlanjeni ongumEfrati. Wahamba ukumkani uYosiya, waya kumhlangabeza; wambulala eMegido, akumbona.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:19-30