2 Ookumkani 23:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova, Ndiya kuwasusa namaYuda ebusweni bam, njengokuba ndawasusayo amaSirayeli, ndiwulahle lo mzi ndawunyulayo, iYerusalem le, nendlu le ndàthi, Liya kuba kuyo igama lam.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:22-37