2 Ookumkani 21:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawumisa umfanekiso oqingqiweyo ka-Ashera abewenzile, endlwini leyo wayethe ngayo uYehova kuDavide nakuSolomon unyana wakhe, Kuyo le ndlu naseYerusalem, endiyinyulileyo ezizweni zonke zakwaSirayeli, ndiya kulibeka khona igama lam ngonaphakadde;

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:1-11