2 Ookumkani 21:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamcandisa unyana wakhe emlilweni, waba litola, wahlaba izihlabo, wamisa abaneshologu noosiyazi, waphikela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuba amqumbise.

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:2-14