2 Ookumkani 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndingaphindi ndilushukumise unyawo lwamaSirayeli emhlabeni endawunika ooyise; kodwa makabe aya kugcina ukwenza njengako konke endiwawisele umthetho ngako, nanjengokomyalelo wonke awawawiselayo umkhonzi wam uMoses.

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:7-9