2 Ookumkani 18:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yena wawaxabela amaFilisti, wada wesa eGaza nasemdeni wayo, wathabathela enqabeni yababoniseli, wesa emzini onqatyisiweyo.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:1-17