2 Ookumkani 18:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomnyaka wesiné wokumkani uHezekiya (lowo ngumnyaka wesixhenxe kaHoseya unyana kaEla, ukumkani wakwaSirayeli), wenyuka uShalemanesere, ukumkani waseAsiriya, wawufikela umzi wakwaSamari, wawungqinga.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:3-11