2 Ookumkani 18:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova waba naye; wenza ngengqiqo ezintweni zonke aziphumeleyo. Wagwilika kukumkani waseAsiriya, àkamkhonza.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:1-15