2 Ookumkani 18:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uRabheshake kubo, Inkosi yam indithumé ukuba ndiwathethe la mazwi enkosini yakho na, nakuwe na? Àsikula madoda ahleliyo eludongeni yini na, ukuze adle ilindle lawo, asele umchamo wawo nani?

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:24-33