2 Ookumkani 18:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wema uRabheshake, wadanduluka ngelizwi elikhulu ngesiYuda, wathetha, wathi, Yivani ilizwi lokumkani omkhulu, lokumkani waseAsiriya:

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:23-32