2 Ookumkani 18:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uEliyakim, unyana kaHilekiya, noShebhena, noYowa, kuRabheshake, Khawuthethe kubakhonzi bakho ngesiAram,* kuba sisiva. Musa ukuthetha nathi ngesiYuda ezindlebeni zabantu abaseludongeni.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:18-35