2 Ookumkani 16:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha uRetsin ukumkani wakwa-Aram wayibuyisela iElati kuma-Aram, wawagxotha amaYuda e-Elati. Eza ama-Aram e-Elati, ahlala khona unanamhla.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:1-10