2 Ookumkani 16:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathumela abathunywa uAhazi kuTigelate-pilezere ukumkani waseAsiriya, wathi, Ndingumkhonzi wakho, ndingunyana wakho; nyuka uze kundisindisa esandleni sokumkani wakwa-Aram, nasesandleni sokumkani wakwaSirayeli, abandivunukeleyo.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:1-12