2 Ookumkani 16:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaza kwenyuka uRetsin, ukumkani wakwa-Aram*, noPeka unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, beza kulwa eYerusalem; bamngqinga uAhazi, àbaba nako ukumeyisa.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:1-14