2 Ookumkani 14:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka ezonweni zonke zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:16-28