2 Ookumkani 14:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yena wawubuyisa umda wakwaSirayeli: wathabathela ekungeneni kweHamati, wesa kulwandle lweArabha, ngokwelizwi likaYehova uThixo wakwaSirayeli, awalithethayo ngomkhonzi wakhe uYona unyana ka-Amitayi, umprofeti waseGati-hefere.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:19-27