2 Ookumkani 14:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka weshumi elinesihlanu ka-Amatsiya unyana kaYowashe, ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uYarobheham, unyana kaYehohashe ukumkani wakwaSirayeli, kwaSamari, iminyaka yamashumi mané anamnye.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:21-26