2 Ookumkani 13:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka kwizono zonke zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli; wasuka wahamba kuzo.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:7-12