2 Ookumkani 13:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYehohashe, nako konke awakwenzayo, nobukroti bakhe awalwa ngabo noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:4-14