2 Ookumkani 13:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omathathu anesixhenxe kaYowashe ukumkani wakwaYuda, uYehohashe unyana kaYehowahazi waba ngukumkani wamaSirayeli kwaSamari, iminyaka elishumi elinamithandathu.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:4-17