2 Ookumkani 13:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walala uYehowahazi kooyise, bamngcwabela kwaSamari. UYehohashe, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:5-18